YOUR SOUTHERN AFRICAN EBOOKSTORE
Add to Wishlist

Isibane Kwintsunguze

R89,00

Imibongo engamashumi amathathu ekule ncwadi iza kulilisa, incumise iphinde ifundise komdala nomncinane. Oyifundayo uza kuzibona ephila kwilizwe lombhali ngethuba ebebhala le mibongo ngalo. Yanga ngokuyifunda kwakho ungathunakala, ngaxeshanye ube unyangeka izilonda zomphefumlo. Nasi ke isibane kwintsunguzi okuyo. Khanyisa sona uzinyange, kutsho kudede ubumnyama kuvele ukukhanya.

Available in ePub and/or PDF formats
Safe & secure checkout by Payfast (for South Africa) & Stripe
Categories: ,
Tags: ,

“USimmy yimbongi, uSimmy yimboni kuba ngumfo ovuthelwe ngaphakathi okwendlazi; umf’ oqulungen’ okwerhamba. Whena! Wabulaw’ apho. Ude wayophula nkabi, kwakukudala kakade ndisithi ‘buya ekamereni kwa-Avbob Poetry uze kumakhwenkwe amakhulu’. Phantse yonke le mibongo iyimvula-mehlo, sisikhalo, kukophela ngaphakathi kwembongi ze kuphile omameleyo xa imbongi iziphalaza. Injalo ke inkokeli, kufa mnye kuphile baninzi. Mandingawafinci kuba kakade isigananda sifincwa ngamagqala. Nqikani nizivele, selani nibhukuxe, yeyenu le mvaba” (ilizwi likaMzoli Mavimbela, umhleli nombhali weencwadi zesiXhosa waseSajonisi).

Reviews

There are no reviews yet.

Only logged in customers who have purchased this product may leave a review.

Book information

ISBN 13
978-0-6398102-2-5
Language
isiXhosa
Book Publisher
Write-On Publishing
Select the fields to be shown. Others will be hidden. Drag and drop to rearrange the order.
  • Image
  • SKU
  • Rating
  • Price
  • Stock
  • Availability
  • Add to cart
  • Description
  • Content
  • Weight
  • Dimensions
  • Additional information
Click outside to hide the comparison bar
Compare
    0
    Your Cart
    Your cart is emptyReturn to Shop