YOUR SOUTHERN AFRICAN EBOOKSTORE
Add to Wishlist

Bamfuna Efile

R99,00

“Vuleka mhlaba ndingene kunjalo nje ndehlele emazantsi. Nceda uvume ndigqunyelelwe ziisoyi nesabhunge kuthi cwaka tu mu zole ngam.” Lawo ngamazwi kaMandla esakuzibona sele emhokamhokana nesityholo kwityala angakhange aqalise kwa ukulenza. Isono sakhe sinye emhlabeni kukuwenza kakuhle umsebenzi wakhe nokuncedana noluntu lufezekise amaphupha alo. Eyokuba ngezo zenzo umema inkohlakalo nengxolo egcwele ityhefu, amayelenqekazi nomsindo ongaziwa mthombo naye yinto angeke ayazi ukuba uza kuyithini.
Yithi chu ngcembe noMandla kule noveli umothulise umthwalo ukuba unako. Qina kuqala phambi kokuba ufunde hleze uquleke uwe ngomhlana. Lihlazo elisele litshatshele mva nje kumalokonya anyakathisa ubuxoki bukholeleke ze bukhonye njengenyani. Qiqa uze uzigqibele ngokwakho ukuba ubona ntoni emfanekisweni.
“Tsi! Usiba lwakho Zizi ndiyaloyika mbhem, lungcotsh’ okwengcongolo. Akumabalana, akumibongo, akuncwadi lwabantwana, akunoveli unqunqa konke nje – ngabula mazwi eny’ imbongi ungumntu waphi Zizi?”
(Ilizwi likaMzoli Mavimbela – umhleli nombhali weencwadi zesiXhosa waseSajonisi).

Available in ePub and/or PDF formats
Safe & secure checkout by Payfast (for South Africa) & Stripe

Reviews

There are no reviews yet.

Only logged in customers who have purchased this product may leave a review.

Book information

ISBN 13
978-0-7961-4011-1
Language
isiXhosa
Book Publisher
Write-On Publishing

You may also like…

Quick View
Add to Wishlist
CompareCompare
Add to basketView cart

Chuu Ngcembe Ngemibongo

R79,00
“UZizi uzithele chuu ngcembe okomkhuhlane wexhego ungxamel’ ukundixaka kunjalo nje kuba usuke wagwev’ eXerha kolu bhalondini lweencwadi. Sithi sisajonge imibongo abe esiphakela amabalana. Nqikani ke babhem nive iBhayinari ukuba lisiphakele ntoni na kulo vimba walo uphuphuma bubomi.” (ilizwi likaMzoli Mavimbela, umhleli nombhali weencwadi zesiXhosa waseSajonisi).
Rated 0 out of 5

Iingcinga Zendoda

R99,00
“Imibongo ephuphuma ubom enikeza ithemba kwabo bantliziyo zidabukileyo, zikrunekileyo nezidakumbileyo. Funda uzivele mfundi, inene awuyi kukhohlwa uza kukholwa, indaba yotyelo ayikholi” (ilizwi likaMzoli Mavimbela, umhleli nombhali weencwadi zesiXhosa waseSajonisi).

Mhla Latsh’ IbhayiMhla Latsh’ Ibhayi
Quick View
Add to Wishlist
CompareCompare
Add to basketView cart

Mhla Latsh’ Ibhayi

Published on May 2023
R99,00
Ubukhulu becala ngamabali la ayimvula-mehlo ukuba, ‘okuze buponi kotshabalala, okuze ngamathontsi kozinza,’ njengoko oko uya kukufumanisa kwimixholo yamabalana afana no‘INENE ULUNTU NGEZISULU’. Akhona amabali oya kuwafumanisa esityhilela izizeka-bani zoxinezelelo lwengqondo kubani, ngenxa yobugewu awathi wabhungca ngezikaSibi kubo, mabali awo afana no‘ENDLELENI EBUYA E-ADDO’. Masingafinci ke bantakwethu, nqikani nizifincele. Kakade iqwela nesigananda sifincwa ngamakhwahla namagqala. “Amabalana anonambitheko okomsindleko kumhambi, adiza ilihlo lokhozi kumbhali olirharha nonosiba olunyumbazayo. Ebalisa nje uyahlekisa kodwa uyafundisa. Mna ndithi qha, Zizi elimnyama neenkomo zalo zabalaza mzala womntu amathunzi anabile kukud’ eBhayi, malitsh’ iBhayi!” (ilizwi likaMzoli Mavimbela, umhleli nombhali weencwadi zesiXhosa waseSajonisi).

Select the fields to be shown. Others will be hidden. Drag and drop to rearrange the order.
  • Image
  • SKU
  • Rating
  • Price
  • Stock
  • Availability
  • Add to cart
  • Description
  • Content
  • Weight
  • Dimensions
  • Additional information
Click outside to hide the comparison bar
Compare
    0
    Your Cart
    Your cart is emptyReturn to Shop