YOUR SOUTHERN AFRICAN EBOOKSTORE
Add to Wishlist

Akwaba Ndandinimamele

R79,00

Mlesi kubalukile ukukwazisa ukuba le mibongo uza kuyifunda isekelwe kubomi obundingqongileyo neemeko ezichaphazela mna ngqo ebomini. Le ncwadi isondele kakhulu entliziyweni yam, ikuthatha ikubeke kwimpilo yam neyabo basondeleyo kum. Ndikhe ndanazo iimpazamo eziliqela ekukhuleni nangoku sele ndimdala; le ncwadi ke ichankcatha kanye kwezo meko injongo ikukufundisa nokuba inike ithemba. Ezo meko zibangele ukuvela kwesihloko sale ncwadi esithi akwaba ndandinimamele kuba kaloku iimeko ezichatshazelwa yile mibongo iqulathwe apha ziyakubangela ukufa okanye ukuphelelwa lithemba kwabaninzi. Uakwaba ndandinimamele ngumbongo okwalapha encwadini kwaye uza kuzivela ngokwakho ukuba ungantoni na. Le ncwadi inikezela ithemba kwabo sele beqalisa ukuphelelwa lilo nokuba sazi ukuba AKULAHLWA MBELEKO NGAKUFELWA!

Available in ePub and/or PDF formats
Safe & secure checkout by Payfast (for South Africa) & Stripe
Categories: ,

“OkaRamabele akafikanga ugalelw’ ityiwa gxebe ugalelekile bathandi boluncwadi lwesiXhosa. Le mibongo yeli Zizi ifuna undikho ndiyakuxelela. Ubhalela ukuba xa ufunda ukwazi ukuhlafuna umthamo okulingeneyo kude kubekho nombeko. Into endingayitsho kukuba ayibekeki phantsi lula nantsika. Uzijule ijacu esebenzisa iinkumbulo, isakhono nosiba – Ilizwi likaMadoda Ndlakuse umbhali waseGqeberha.”

Reviews

There are no reviews yet.

Only logged in customers who have purchased this product may leave a review.

Book information

ISBN 13
978-1-7764003-2-4
Language
isiXhosa
Book Publisher
Write-On Publishing
Select the fields to be shown. Others will be hidden. Drag and drop to rearrange the order.
  • Image
  • SKU
  • Rating
  • Price
  • Stock
  • Availability
  • Add to cart
  • Description
  • Content
  • Weight
  • Dimensions
  • Additional information
Click outside to hide the comparison bar
Compare
    0
    Your Cart
    Your cart is emptyReturn to Shop