YOUR SOUTHERN AFRICAN EBOOKSTORE
Owethu Onez Ndlakuse
Owethu Onez Ndlakuse

UOwethu Ndlakuse uzelwe kwinyanga yoMnga eBhayi ngo2014. Ngumbhali omncinane nothanda kakhulu ukubalisa amabali.Incwadi yakhe ethi Mholweni igama lam nguOwethu yaye yayokufikelela kwinqanaba lokugqibela kudidi lweChildren's Literature kwi South African Literary Awards 2022. Ekunye noyise baye basungula iLockdown Storytelling Online ukuze babalise amabali kuZoom ibe bebemanyelwa ngabantu abaliqela abaphuma macala onke oMzantsi Afrika.UOwethu ukhe wabalisa amabali akhe nakwiminyhadala efana neEkhaya Festival(2020) neMandela Bay Children's Festival (2020).

Owethu Ndlakuse was born in December 2014 in Port Elizabeth. She is a young writer who loves to tell stories. Her book "Hello, my name is Owethu" reached the final stage in the Children's Literature category at the South African Literary Awards 2022. Together with her father, award-winning author Madoda, they launched Lockdown Storytelling Online to tell stories on Zoom and were listened to by several people from all over South Africa. Owethu has also told her stories at events such as Ekhaya Festival (2020) and Mandela Bay Children's Festival (2020).

Mholweni – Igama lam ngu-OwethuMholweni – Igama lam ngu-Owethu
Quick View
Add to Wishlist
CompareCompare
Add to basketView cart

Mholweni – Igama lam ngu-Owethu

Published on May 2023
R69,00
“Mholweni igama lam ndinguMzoli, ndiza kuba poni ke kuba nombhali ondibalisela kamnandi namhlanje – u-Onez ushort and sweet. La mabali embalwa enjalo amnandiswa kakhulu nayimizobo ebalisa ibali yona kuqala. UZizi uzizele apha ku-Onez, akachulezi, gxebe akacikozi lho mntakaZizi sundifundekela! Le ncwadi ubumnandi bayo bundikhumbuza ekaGqirha Sindiwe Magona ethi, ‘Cula’. Khuphani iisenti zenu ke ‘niculele ibank account’ ka-Onez atsho akhuthazeke abhale nangakumbi, akhule abe njeyaaa kuncwadi. Tshisa Onez kwezo ndawo maan!” (ilizwi likaMzoli Mavimbela, umhleli nombhali weencwadi zesiXhosa waseSajonisi).
Rated 0 out of 5

Select the fields to be shown. Others will be hidden. Drag and drop to rearrange the order.
  • Image
  • SKU
  • Rating
  • Price
  • Stock
  • Availability
  • Add to cart
  • Description
  • Content
  • Weight
  • Dimensions
  • Additional information
Click outside to hide the comparison bar
Compare
    0
    Your Cart
    Your cart is emptyReturn to Shop